3 Makadunyiswe uThixo noTata weNkosi yethu uYesu Kristu, oye ngenceba wasizala ngokutsha,+ ukuze sibe nethemba+ elingagungqiyo kuba uYesu Kristu evusiwe ekufeni,+ 4 size sifumane ilifa elingasoze lonakale, lingcole okanye liphele.+ Libekelwe nina emazulwini,+