Yoshuwa 7:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 AmaSirayeli onile. Aye asaphula isivumelwano+ endawayalela ukuba asigcine. Athathe ezinye zezinto ebezimele zitshatyalaliswe,+ aziba,+ aza azifihla phakathi kweempahla zawo.+ Hebhere 4:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Akukho sidalwa sifihlakeleyo emehlweni akhe,+ kodwa zonke izinto zize yaye ziyabonakala emehlweni alowo simele siphendule kuye.+
11 AmaSirayeli onile. Aye asaphula isivumelwano+ endawayalela ukuba asigcine. Athathe ezinye zezinto ebezimele zitshatyalaliswe,+ aziba,+ aza azifihla phakathi kweempahla zawo.+
13 Akukho sidalwa sifihlakeleyo emehlweni akhe,+ kodwa zonke izinto zize yaye ziyabonakala emehlweni alowo simele siphendule kuye.+