IMizekeliso 15:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Impendulo ezolileyo* iphelisa umsindo,+Kodwa ilizwi elirhabaxa* liyawunyusa.+ Mateyu 5:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 “Bonwabile abo balulamileyo,+ kuba umhlaba uza kuba lilifa labo.+ Galati 5:22, 23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Kwelinye icala isiqhamo somoya luthando, uvuyo, uxolo, umonde, ububele, ukulunga,+ ukholo, 23 ukululama* nokukwazi ukuzibamba.*+ Akukho mthetho othi mazingenziwa ezi zinto. Kolose 3:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Ngoko ke njengabantu abanyulwe nguThixo,+ abangcwele nabathandayo, nxibani imfesane,+ ububele, ukuthobeka,+ umoya ozolileyo+ nomonde.+ 1 Petros 3:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Yamkelani ezintliziyweni zenu ukuba uKristu uyiNkosi ibe ungcwele. Hlalani nikulungele ukulithethelela ithemba eninalo nakubani na ofuna isizathu sokuba ninethemba, kodwa niyenza loo nto ngomoya ophantsi+ nangembeko.+
22 Kwelinye icala isiqhamo somoya luthando, uvuyo, uxolo, umonde, ububele, ukulunga,+ ukholo, 23 ukululama* nokukwazi ukuzibamba.*+ Akukho mthetho othi mazingenziwa ezi zinto.
12 Ngoko ke njengabantu abanyulwe nguThixo,+ abangcwele nabathandayo, nxibani imfesane,+ ububele, ukuthobeka,+ umoya ozolileyo+ nomonde.+
15 Yamkelani ezintliziyweni zenu ukuba uKristu uyiNkosi ibe ungcwele. Hlalani nikulungele ukulithethelela ithemba eninalo nakubani na ofuna isizathu sokuba ninethemba, kodwa niyenza loo nto ngomoya ophantsi+ nangembeko.+