Mateyu 27:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 UYesu wema phambi kukaPilato umlawuli. Lo mlawuli wambuza wathi: “Unguye na uKumkani wamaYuda?” UYesu waphendula wathi: “Nawe utsho.”+ Yohane 18:33 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 33 UPilato waphinda wangena endlini yakhe, wabiza uYesu, wathi: “Unguye na uKumkani wamaYuda?”+ Yohane 18:36 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 36 UYesu wathi:+ “UBukumkani bam ayibubo obeli hlabathi.+ Ukuba uBukumkani bam bebubobeli hlabathi, abalandeli bam bebeza kundilwela ukuze ndinganikelwa kumaYuda.+ Kodwa ke uBukumkani bam abusuki kweli hlabathi.” Yohane 19:10, 11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Ngoko uPilato wathi: “Awufuni kundiphendula? Awazi na ukuba ndinegunya lokukukhulula nelokuthi mawubethelelwe?” 11 UYesu wamphendula wathi: “Awunagunya lakundenza nto ngaphandle kokuba uvunyelwe nguThixo. Yiloo nto umntu ondinikele kuwe enetyala ukogqitha wena.”
11 UYesu wema phambi kukaPilato umlawuli. Lo mlawuli wambuza wathi: “Unguye na uKumkani wamaYuda?” UYesu waphendula wathi: “Nawe utsho.”+
36 UYesu wathi:+ “UBukumkani bam ayibubo obeli hlabathi.+ Ukuba uBukumkani bam bebubobeli hlabathi, abalandeli bam bebeza kundilwela ukuze ndinganikelwa kumaYuda.+ Kodwa ke uBukumkani bam abusuki kweli hlabathi.”
10 Ngoko uPilato wathi: “Awufuni kundiphendula? Awazi na ukuba ndinegunya lokukukhulula nelokuthi mawubethelelwe?” 11 UYesu wamphendula wathi: “Awunagunya lakundenza nto ngaphandle kokuba uvunyelwe nguThixo. Yiloo nto umntu ondinikele kuwe enetyala ukogqitha wena.”