Isaya 43:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 “Ningamangqina am,”+ utsho uYehova,“Ningumkhonzi wam endimkhethileyo,+Ukuze nindazi futhi nindithembe,Kuba ndisengulowaa.+ Ngaphambi kwam akuzange kwenziwe Thixo,Kwaye akubangakho namnye nasemva kwam.+ 1 Korinte 8:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Xa sithetha ngokutyiwa kokutya okunikelwe kwizithixo, siyazi ukuba isithixo asiyonto,+ yaye mnye kuphela uThixo.+
10 “Ningamangqina am,”+ utsho uYehova,“Ningumkhonzi wam endimkhethileyo,+Ukuze nindazi futhi nindithembe,Kuba ndisengulowaa.+ Ngaphambi kwam akuzange kwenziwe Thixo,Kwaye akubangakho namnye nasemva kwam.+
4 Xa sithetha ngokutyiwa kokutya okunikelwe kwizithixo, siyazi ukuba isithixo asiyonto,+ yaye mnye kuphela uThixo.+