1 Korinte 5:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 nimele nimnikele kuSathana+ umntu onjalo ukuze kususwe impembelelo yesono, lize likhuseleke ibandla ngemini yeNkosi.+ 1 Korinte 5:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Kodwa ngoku ndinibhalela ukuba niyeke ukuhlobana+ naye nabani na ekuthiwa ngumzalwana abe eziphatha kakubi ngesondo,* okanye ebawa,+ okanye ekhonza izithixo, okanye ethuka,* okanye enxila,+ okanye elisela.+ Ningatyi kwaukutya nomntu onjalo.
5 nimele nimnikele kuSathana+ umntu onjalo ukuze kususwe impembelelo yesono, lize likhuseleke ibandla ngemini yeNkosi.+
11 Kodwa ngoku ndinibhalela ukuba niyeke ukuhlobana+ naye nabani na ekuthiwa ngumzalwana abe eziphatha kakubi ngesondo,* okanye ebawa,+ okanye ekhonza izithixo, okanye ethuka,* okanye enxila,+ okanye elisela.+ Ningatyi kwaukutya nomntu onjalo.