IZenzo 20:29, 30 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 29 Ndiyazi ukuba emva kokuba ndimkile, kuza kufika iingcuka ezikhohlakeleyo,*+ yaye azizukuwuphatha kakuhle umhlambi. 30 Amanye amadoda kwalapha kuni, aza kuqalisa ukuthetha izinto ezigqwethekileyo kuba efuna abafundi balandele wona.+ 2 Timoti 2:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Kodwa hambela kude kwiintetho ezingakhiyo, eziphikisana noThixo;+ kuba iintetho ezinjalo zenza umntu aye esenza izinto ezingafunwayo nguThixo, 2 Petros 2:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Ngenxa yokuba benyolukile, baza kunixokisa ukuze banixhaphaze. Kodwa, umgwebo abawubekelwa kwakudala+ uza ngokukhawuleza, ibe nakanjani na baza kutshabalala.+
29 Ndiyazi ukuba emva kokuba ndimkile, kuza kufika iingcuka ezikhohlakeleyo,*+ yaye azizukuwuphatha kakuhle umhlambi. 30 Amanye amadoda kwalapha kuni, aza kuqalisa ukuthetha izinto ezigqwethekileyo kuba efuna abafundi balandele wona.+
16 Kodwa hambela kude kwiintetho ezingakhiyo, eziphikisana noThixo;+ kuba iintetho ezinjalo zenza umntu aye esenza izinto ezingafunwayo nguThixo,
3 Ngenxa yokuba benyolukile, baza kunixokisa ukuze banixhaphaze. Kodwa, umgwebo abawubekelwa kwakudala+ uza ngokukhawuleza, ibe nakanjani na baza kutshabalala.+