Numeri 16:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Emva koko wathi kuKora nakwabo babemxhasa: “Kusasa uYehova uza kusazisa ukuba ngubani owakhe,+ ngubani ongcwele yaye ngubani omele asondele kuye.+ Lowo amkhethileyo+ nguye oza kusondela kuye.
5 Emva koko wathi kuKora nakwabo babemxhasa: “Kusasa uYehova uza kusazisa ukuba ngubani owakhe,+ ngubani ongcwele yaye ngubani omele asondele kuye.+ Lowo amkhethileyo+ nguye oza kusondela kuye.