24 Kaloku akufuneki ukuba ikhoboka leNkosi lilwe, kodwa kufuneka liphathe wonke umntu ngobubele,+ likwazi ukuzibamba xa lenziwe into embi,+ 25 libayalele lizolile abo baphumayo endleleni.+ Mhlawumbi uThixo angabanika ithuba lokuba baguquke ukuze bayazi ngokuchanileyo inyaniso,+