-
1 Timoti 1:9, 10IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
9 siyazi ukuba awenzelwanga abantu abangamalungisa, kodwa wenzelwe abantu abangenamthetho+ nabangathobeliyo, abenza izinto ezingafunwayo nguThixo nabangaboni, abangathembekanga nabadelela izinto ezingcwele, ababulala ootata noomama babo, nabo babulala abanye abantu, 10 abantu abaziphethe kakubi ngesondo,* amadoda alalanayo, abaqweqwedisi, amaxoki, abantu abafunga bexoka, nayo yonke enye into engavumelaniyo nemfundiso ephilileyo*+
-