Efese 4:28 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 28 Lowo ubayo makayeke ukuba, endaweni yoko makasebenze nzima, esenza izinto ezilungileyo ngezandla zakhe,+ ukuze abe nento anokuyipha umntu odingayo.+
28 Lowo ubayo makayeke ukuba, endaweni yoko makasebenze nzima, esenza izinto ezilungileyo ngezandla zakhe,+ ukuze abe nento anokuyipha umntu odingayo.+