Roma 8:34 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 34 Ngubani onokubabeka ityala? Kuba uKristu Yesu wafa waza wavuswa, yaye ngoku ungasekunene kukaThixo+ ibe uyasicelela.+ 1 Timoti 2:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Kuba mnye uThixo,+ mnye nomlamli+ phakathi koThixo nabantu,+ uKristu Yesu,+ Hebhere 9:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 UKristu akazange angene kwindawo engcwele eyenziwe ngezandla,+ engumfanekiso weyokwenene,+ kodwa wangena ezulwini ngokwalo,+ ukuze ngoku abonakale phambi kukaThixo ngenxa yethu.+ 1 Yohane 2:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Bantwana bam abancinci, ndinibhalela ezi zinto ukuze ningoni. Kodwa ke, ukuba kukho kuni oye wona, sinaye umncedi* olilungisa,+ uYesu Kristu,+ okunye noTata.
34 Ngubani onokubabeka ityala? Kuba uKristu Yesu wafa waza wavuswa, yaye ngoku ungasekunene kukaThixo+ ibe uyasicelela.+
24 UKristu akazange angene kwindawo engcwele eyenziwe ngezandla,+ engumfanekiso weyokwenene,+ kodwa wangena ezulwini ngokwalo,+ ukuze ngoku abonakale phambi kukaThixo ngenxa yethu.+
2 Bantwana bam abancinci, ndinibhalela ezi zinto ukuze ningoni. Kodwa ke, ukuba kukho kuni oye wona, sinaye umncedi* olilungisa,+ uYesu Kristu,+ okunye noTata.