INdumiso 110:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 110 UYehova wathi eNkosini yam: “Hlala ngasekunene kwam+De iintshaba zakho ndizenze zibe yindawo yokubeka iinyawo zakho.”+ 1 Korinte 15:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Kuba umele alawule de uThixo azibeke phantsi kweenyawo zakhe zonke iintshaba zakhe.+
110 UYehova wathi eNkosini yam: “Hlala ngasekunene kwam+De iintshaba zakho ndizenze zibe yindawo yokubeka iinyawo zakho.”+