INdumiso 58:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Ngoko abantu baza kuthi: “Ngokuqinisekileyo kunomvuzo ukuba lilungisa.+ Kukho uThixo ogwebayo emhlabeni.”+ Zefaniya 2:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Funani uYehova,+ nonke nina balulamileyo* bomhlaba,Nina bathobela imithetho yakhe yobulungisa.* Funani ubulungisa, funani ukululama.* Mhlawumbi niza kufihlwa ngemini yomsindo kaYehova.+ Mateyu 5:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Vuyani kakhulu,+ kuba ninomvuzo+ omkhulu emazulwini; kaloku babatshutshisa ngaloo ndlela nabaprofeti ababengaphambi kwenu.+ Mateyu 6:33 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 33 “Qhubekani, ke ngoko, nifuna kuqala uBukumkani bukaThixo nobulungisa bakhe, yaye zonke ezinye izinto ziza kongezelelwa kuni.+
11 Ngoko abantu baza kuthi: “Ngokuqinisekileyo kunomvuzo ukuba lilungisa.+ Kukho uThixo ogwebayo emhlabeni.”+
3 Funani uYehova,+ nonke nina balulamileyo* bomhlaba,Nina bathobela imithetho yakhe yobulungisa.* Funani ubulungisa, funani ukululama.* Mhlawumbi niza kufihlwa ngemini yomsindo kaYehova.+
12 Vuyani kakhulu,+ kuba ninomvuzo+ omkhulu emazulwini; kaloku babatshutshisa ngaloo ndlela nabaprofeti ababengaphambi kwenu.+
33 “Qhubekani, ke ngoko, nifuna kuqala uBukumkani bukaThixo nobulungisa bakhe, yaye zonke ezinye izinto ziza kongezelelwa kuni.+