Genesis 6:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Emva koko uThixo wathi kuNowa: “Ndigqibe ekubeni nditshabalalise yonke into eyinyama, kuba emhlabeni kugcwele ubundlobongela ngenxa yabantu, ngoko ndiza kubatshabalalisa ndize ndiwonakalise umhlaba.+ Genesis 6:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 “Mna ke ndiza kuzisa izikhukula emhlabeni,+ ukuze nditshabalalise yonke into ephilayo phantsi kwamazulu. Yonke into esemhlabeni iza kutshabalala.+
13 Emva koko uThixo wathi kuNowa: “Ndigqibe ekubeni nditshabalalise yonke into eyinyama, kuba emhlabeni kugcwele ubundlobongela ngenxa yabantu, ngoko ndiza kubatshabalalisa ndize ndiwonakalise umhlaba.+
17 “Mna ke ndiza kuzisa izikhukula emhlabeni,+ ukuze nditshabalalise yonke into ephilayo phantsi kwamazulu. Yonke into esemhlabeni iza kutshabalala.+