Yohane 1:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Zonke izinto zadalwa ngaye,+ ibe akukho nenye into eyabakho ngaphandle kwakhe. 1 Korinte 8:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 kodwa kuthi kukho uThixo omnye,+ uTata wethu,+ ezenziwe nguye zonke izinto,+ nesiphilela yena; yaye kukho iNkosi enye, uYesu Kristu, ezikho ngaye zonke izinto,+ nathi sikho ngaye. Kolose 1:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 kuba kwasetyenziswa yena ukudala zonke ezinye izinto ezisezulwini nasemhlabeni, izinto ezibonakalayo nezingabonakaliyo,+ nokuba ezo zinto ziitrone okanye lulawulo okanye ngoorhulumente okanye ngamagunya. Kusetyenziswe yena ukudala zonke ezinye izinto+ yaye zidalelwe yena.
6 kodwa kuthi kukho uThixo omnye,+ uTata wethu,+ ezenziwe nguye zonke izinto,+ nesiphilela yena; yaye kukho iNkosi enye, uYesu Kristu, ezikho ngaye zonke izinto,+ nathi sikho ngaye.
16 kuba kwasetyenziswa yena ukudala zonke ezinye izinto ezisezulwini nasemhlabeni, izinto ezibonakalayo nezingabonakaliyo,+ nokuba ezo zinto ziitrone okanye lulawulo okanye ngoorhulumente okanye ngamagunya. Kusetyenziswe yena ukudala zonke ezinye izinto+ yaye zidalelwe yena.