IZenzo 27:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 Ekubeni kwakugqitywe kwelokuba siye eItali ngenqanawa,+ uPawulos namanye amabanjwa banikelwa kuYuliyo, igosa lomkhosi kwiqela lika-Agasto.
27 Ekubeni kwakugqitywe kwelokuba siye eItali ngenqanawa,+ uPawulos namanye amabanjwa banikelwa kuYuliyo, igosa lomkhosi kwiqela lika-Agasto.