Kolose 3:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Kodwa ngoku kufuneka niziyeke ezi zinto: ukuqumba, umsindo, ububi,+ ukuthetha amazwi ahlabayo,+ nokuthetha izinto ezimdaka+ ngemilomo yenu. 1 Petros 2:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Ngoko yahlukanani nabo bonke ububi,+ ukuxoka, ukuhanahanisa,* umona nokuhlebana.
8 Kodwa ngoku kufuneka niziyeke ezi zinto: ukuqumba, umsindo, ububi,+ ukuthetha amazwi ahlabayo,+ nokuthetha izinto ezimdaka+ ngemilomo yenu.