Roma 6:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Ngokufanayo nani, zijongeni njengabantu abaye bafa esonweni kodwa baphilela ukwenza ukuthanda kukaThixo ngoKristu Yesu.+ Kolose 3:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Ngoko yitshabalaliseni iminqweno yamalungu emizimba yenu+ yokuziphatha kakubi ngesondo,* yokungcola, yokurhalela isondo ngendlela engalawulekiyo,+ umnqweno owenzakalisayo nokunyoluka okulunqulo-zithixo. 1 Yohane 3:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Wonke umntu omanyene naye akaqhubeki esona;+ nabani na oqhubeka esona akamazi yaye akanalo ukholo kuye.
11 Ngokufanayo nani, zijongeni njengabantu abaye bafa esonweni kodwa baphilela ukwenza ukuthanda kukaThixo ngoKristu Yesu.+
5 Ngoko yitshabalaliseni iminqweno yamalungu emizimba yenu+ yokuziphatha kakubi ngesondo,* yokungcola, yokurhalela isondo ngendlela engalawulekiyo,+ umnqweno owenzakalisayo nokunyoluka okulunqulo-zithixo.
6 Wonke umntu omanyene naye akaqhubeki esona;+ nabani na oqhubeka esona akamazi yaye akanalo ukholo kuye.