INdumiso 34:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Zininzi iingxaki* zelungisa,+Kodwa uYehova ulisindisa kuzo zonke.+ 1 Korinte 10:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Zonke izilingo enizifumeneyo ziqhelekile ebantwini.+ Kodwa ke uThixo uthembekile, ibe akazukuniyekela nilingwe ngento eningenakumelana nayo,+ kodwa uza kuninika indlela yokuphuma kweso silingo ukuze nikwazi ukusinyamezela.+ 2 Timoti 4:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 INkosi iza kundisindisa kuzo zonke izinto ezimbi; iza kundisindisa de ndingene kuBukumkani bayo basemazulwini.+ Mayizukiswe ngonaphakade kanaphakade. Amen. ISityhilelo 3:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Uligcinile ilizwi olivileyo ngokunyamezela kwam,+ ngoko ndiza kukugcina ngexesha lovavanyo,+ eliza kubafikela bonke abantu emhlabeni, ukuze kuvavanywe abo bahlala kuwo.
13 Zonke izilingo enizifumeneyo ziqhelekile ebantwini.+ Kodwa ke uThixo uthembekile, ibe akazukuniyekela nilingwe ngento eningenakumelana nayo,+ kodwa uza kuninika indlela yokuphuma kweso silingo ukuze nikwazi ukusinyamezela.+
18 INkosi iza kundisindisa kuzo zonke izinto ezimbi; iza kundisindisa de ndingene kuBukumkani bayo basemazulwini.+ Mayizukiswe ngonaphakade kanaphakade. Amen.
10 Uligcinile ilizwi olivileyo ngokunyamezela kwam,+ ngoko ndiza kukugcina ngexesha lovavanyo,+ eliza kubafikela bonke abantu emhlabeni, ukuze kuvavanywe abo bahlala kuwo.