Mateyu 18:33 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 33 Ubungamelanga ukuba uye wanenceba na kwela khoboka, njengokuba nam ndikwenzele inceba?’+ Yohane 15:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Ndiniyalela ukuba nithandane ngale ndlela nam ndinithande ngayo.+ Roma 13:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Sanukuzenzela amatyala, kunoko thandanani;+ kuba nabani na obathandayo abanye abantu uwuthobele umthetho.+ 1 Yohane 3:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Ngoku siyazi ukuba luyintoni uthando, ngenxa yalowo wancama ubomi bakhe, ebuncamela thina;+ ngoko ke nathi simele sibancamele ubomi bethu abazalwana bethu.+
8 Sanukuzenzela amatyala, kunoko thandanani;+ kuba nabani na obathandayo abanye abantu uwuthobele umthetho.+
16 Ngoku siyazi ukuba luyintoni uthando, ngenxa yalowo wancama ubomi bakhe, ebuncamela thina;+ ngoko ke nathi simele sibancamele ubomi bethu abazalwana bethu.+