23 Wonke umntu omphikayo uNyana akamanyenanga noTata.+ Kodwa nabani na omvumayo uNyana+ umanyene noTata.+ 24 Kodwa nina, nimele niyigcine yonke into enayiva ukususela ekuqaleni.+ Ukuba niyazigcina izinto enaziva ukususela ekuqaleni, niza kuhlala nimanyene noNyana kunye noTata.