Isaya 53:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Kodwa wahlatywa+ ngenxa yokungathobeli kwethu;+Watyunyuzwa ngenxa yezono zethu.+ Wohlwaywa ukuze thina sibe noxolo,+Saza saphiliswa ngenxa yamanxeba akhe.+ Roma 3:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 UThixo wamenza wangumnikelo wokuhlawulela+ abantu abanokholo kwigazi likaYesu.+ Le nto yayiza kubonisa indlela alilungisa ngayo uThixo, kuba ngenxa yokunyamezela kwakhe wayexolela izono ezenzeka kwixesha elidluleyo. 1 Timoti 1:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 UKristu Yesu weza ehlabathini ukuze asindise aboni.+ Le nto ndiyithethayo ithembekile, ibe abantu bamele bayamkele ngokupheleleyo. Mna ke ndingoyena moni ubodlula bonke.+ Hebhere 2:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Ngenxa yaloo nto kwafuneka afane “nabazalwana” bakhe ngayo yonke into,+ ukuze akwazi ukuba ngumbingeleli omkhulu onenceba nothembekileyo kwizinto zikaThixo, ukuze anikele umbingelelo+ wokuhlawulela izono zabantu.+ 1 Petros 2:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Wazithwala izono zethu+ ngomzimba wakhe esibondeni,*+ ukuze sife esonweni* size siphilele ubulungisa. Yaye “niye naphiliswa ngamanxeba akhe.”+ 1 Yohane 4:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Ngoko ayisithi esamthandayo uThixo, kodwa nguye owasithandayo waza wathumela uNyana wakhe ukuba abe ngumbingelelo+ wokuxolelwa kwezono zethu.+
5 Kodwa wahlatywa+ ngenxa yokungathobeli kwethu;+Watyunyuzwa ngenxa yezono zethu.+ Wohlwaywa ukuze thina sibe noxolo,+Saza saphiliswa ngenxa yamanxeba akhe.+
25 UThixo wamenza wangumnikelo wokuhlawulela+ abantu abanokholo kwigazi likaYesu.+ Le nto yayiza kubonisa indlela alilungisa ngayo uThixo, kuba ngenxa yokunyamezela kwakhe wayexolela izono ezenzeka kwixesha elidluleyo.
15 UKristu Yesu weza ehlabathini ukuze asindise aboni.+ Le nto ndiyithethayo ithembekile, ibe abantu bamele bayamkele ngokupheleleyo. Mna ke ndingoyena moni ubodlula bonke.+
17 Ngenxa yaloo nto kwafuneka afane “nabazalwana” bakhe ngayo yonke into,+ ukuze akwazi ukuba ngumbingeleli omkhulu onenceba nothembekileyo kwizinto zikaThixo, ukuze anikele umbingelelo+ wokuhlawulela izono zabantu.+
24 Wazithwala izono zethu+ ngomzimba wakhe esibondeni,*+ ukuze sife esonweni* size siphilele ubulungisa. Yaye “niye naphiliswa ngamanxeba akhe.”+
10 Ngoko ayisithi esamthandayo uThixo, kodwa nguye owasithandayo waza wathumela uNyana wakhe ukuba abe ngumbingelelo+ wokuxolelwa kwezono zethu.+