Yohane 3:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 UYesu wathi kuye: “Ndiyakuqinisekisa ukuba, umntu akanakububona uBukumkani bukaThixo+ engakhange azalwe kwakhona.”*+ 1 Petros 1:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Makadunyiswe uThixo noTata weNkosi yethu uYesu Kristu, oye ngenceba wasizala ngokutsha,+ ukuze sibe nethemba+ elingagungqiyo kuba uYesu Kristu evusiwe ekufeni,+ 1 Petros 1:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Kuba niye nazalwa ngokutsha+ ngelizwi likaThixo ophilayo nohlala ekho,+ hayi ngembewu enokonakala, kodwa ngembewu engenakonakala.*+ 1 Yohane 3:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Wonke umntu ozelwe nguThixo akaqhubeki esona,+ kuba imbewu Yakhe ikubantu abanjalo, yaye abanakuqhubeka besona, kuba bazelwe nguThixo.+
3 UYesu wathi kuye: “Ndiyakuqinisekisa ukuba, umntu akanakububona uBukumkani bukaThixo+ engakhange azalwe kwakhona.”*+
3 Makadunyiswe uThixo noTata weNkosi yethu uYesu Kristu, oye ngenceba wasizala ngokutsha,+ ukuze sibe nethemba+ elingagungqiyo kuba uYesu Kristu evusiwe ekufeni,+
23 Kuba niye nazalwa ngokutsha+ ngelizwi likaThixo ophilayo nohlala ekho,+ hayi ngembewu enokonakala, kodwa ngembewu engenakonakala.*+
9 Wonke umntu ozelwe nguThixo akaqhubeki esona,+ kuba imbewu Yakhe ikubantu abanjalo, yaye abanakuqhubeka besona, kuba bazelwe nguThixo.+