14 kodwa lona igazi likaKristu licoca ngaphezu koko.+ Kuba yena wazinikela kuThixo engenasiphako yaye ekhokelwa ngumoya kaThixo ohlala ukho ngonaphakade, ukuze acoce izazela zethu kwimisebenzi efileyo,+ size sikwazi ukwenzela uThixo ophilayo imisebenzi engcwele.+