Yohane 15:26, 27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 Ndiza kunithumelela umoya oyingcwele ovela kuTata, oyenza icace inyaniso,+ wona uza kunenza nazi ukuba ndingubani;+ 27 nina ke niza kungqina ukuba ndingubani,+ kuba beninam kwasekuqaleni. IZenzo 4:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Kodwa thina asinakuyeka ukuthetha ngezinto esizibonileyo nesizivileyo.”+
26 Ndiza kunithumelela umoya oyingcwele ovela kuTata, oyenza icace inyaniso,+ wona uza kunenza nazi ukuba ndingubani;+ 27 nina ke niza kungqina ukuba ndingubani,+ kuba beninam kwasekuqaleni.