Mateyu 6:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 “Akukho mntu unokuba likhoboka leenkosi ezimbini; kuba usenokuyicaphukela enye, ayithande enye,+ okanye uza kuthi nca kwenye, angafuni nokuyibona enye. Aninakukhonza uThixo nibe nileqa nobuTyebi.+ Yakobi 4:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Bantundini abangathembekanga,* anazi na ukuba ubuhlobo nehlabathi bunenza iintshaba zikaThixo? Nabani na ke ofuna ukuba ngumhlobo wehlabathi uzenza utshaba lukaThixo.+
24 “Akukho mntu unokuba likhoboka leenkosi ezimbini; kuba usenokuyicaphukela enye, ayithande enye,+ okanye uza kuthi nca kwenye, angafuni nokuyibona enye. Aninakukhonza uThixo nibe nileqa nobuTyebi.+
4 Bantundini abangathembekanga,* anazi na ukuba ubuhlobo nehlabathi bunenza iintshaba zikaThixo? Nabani na ke ofuna ukuba ngumhlobo wehlabathi uzenza utshaba lukaThixo.+