Genesis 3:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Emva koko uYehova uThixo wathi kwinyoka:+ “Kuba wenze le nto, nguwe wedwa oqalekisiweyo kuzo zonke izilwanyana zasekhaya nakuzo zonke izilwanyana zasendle. Uza kurhubuluza ngesisu, utye uthuli ubomi bakho bonke. Yohane 8:44 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 44 Utata wenu nguMtyholi, ibe nithanda ukwenza izinto ezithandwa nguye.+ Yena wayengumbulali kwasekuqaleni,+ ibe wayilahla inyani, kuba akananyani. Eyona nto ayaziyo kukuthetha ubuxoki, kuba ulixoki, ibe ubuxoki beza ngaye.+
14 Emva koko uYehova uThixo wathi kwinyoka:+ “Kuba wenze le nto, nguwe wedwa oqalekisiweyo kuzo zonke izilwanyana zasekhaya nakuzo zonke izilwanyana zasendle. Uza kurhubuluza ngesisu, utye uthuli ubomi bakho bonke.
44 Utata wenu nguMtyholi, ibe nithanda ukwenza izinto ezithandwa nguye.+ Yena wayengumbulali kwasekuqaleni,+ ibe wayilahla inyani, kuba akananyani. Eyona nto ayaziyo kukuthetha ubuxoki, kuba ulixoki, ibe ubuxoki beza ngaye.+