Mateyu 5:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 “Nonwabile xa abantu benithuka,+ benitshutshisa,+ bethetha yonke into embi ngani, bexoka, ngenxa yokuba ningabalandeli bam.+ Yohane 15:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Ukuba ihlabathi liyanicaphukela, ze nazi ukuba liye laqala lacaphukela mna ngaphambi kokuba licaphukele nina.+ 2 Timoti 3:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Phofu ke, wonke umntu ofuna ukukhonza uThixo engumlandeli kaKristu Yesu, naye uza kutshutshiswa.+
11 “Nonwabile xa abantu benithuka,+ benitshutshisa,+ bethetha yonke into embi ngani, bexoka, ngenxa yokuba ningabalandeli bam.+
18 Ukuba ihlabathi liyanicaphukela, ze nazi ukuba liye laqala lacaphukela mna ngaphambi kokuba licaphukele nina.+
12 Phofu ke, wonke umntu ofuna ukukhonza uThixo engumlandeli kaKristu Yesu, naye uza kutshutshiswa.+