Galati 6:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Bazalwana, nokuba umntu wenza into engalunganga engaqondi, nina enikhokelwa ngumoya nimele nimlungise ngomoya omhle.*+ Kodwa nani nizigade+ ningalingeki.+ Yakobi 5:19, 20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Bazalwana bam, ukuba nabani na phakathi kwenu ulahlekisiwe, wayishiya inyaniso, waza omnye wambuyisa, 20 yazini ukuba nabani na obuyisa umoni ezonweni zakhe+ uza kuba umsindisa ekufeni, aze uThixo amxolele zonke izono zakhe.+
6 Bazalwana, nokuba umntu wenza into engalunganga engaqondi, nina enikhokelwa ngumoya nimele nimlungise ngomoya omhle.*+ Kodwa nani nizigade+ ningalingeki.+
19 Bazalwana bam, ukuba nabani na phakathi kwenu ulahlekisiwe, wayishiya inyaniso, waza omnye wambuyisa, 20 yazini ukuba nabani na obuyisa umoni ezonweni zakhe+ uza kuba umsindisa ekufeni, aze uThixo amxolele zonke izono zakhe.+