2 Korinte 1:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Kuba nokuba zininzi kangakanani izinto azithembisileyo uThixo, uye wazenza* esebenzisa uYesu.+ Ngoko ke kwangaye sithi “Amen” kuThixo+ ukuze simzukise.
20 Kuba nokuba zininzi kangakanani izinto azithembisileyo uThixo, uye wazenza* esebenzisa uYesu.+ Ngoko ke kwangaye sithi “Amen” kuThixo+ ukuze simzukise.