Yohane 1:29 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 29 Ngemini elandelayo wabona uYesu esiza ngakuye, wathi: “Jongani, nantsi iMvana+ kaThixo* esusa isono+ sehlabathi!+ Hebhere 9:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 kodwa lona igazi likaKristu licoca ngaphezu koko.+ Kuba yena wazinikela kuThixo engenasiphako yaye ekhokelwa ngumoya kaThixo ohlala ukho ngonaphakade, ukuze acoce izazela zethu kwimisebenzi efileyo,+ size sikwazi ukwenzela uThixo ophilayo imisebenzi engcwele.+ 1 Yohane 1:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Kodwa ke, ukuba sihamba ekukhanyeni njengokuba naye esekukhanyeni, siza kuba simanyene, yaye igazi loNyana wakhe uYesu liza kuzihlamba zonke izono zethu.+ ISityhilelo 1:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 nakuYesu Kristu, “iNgqina Elithembekileyo,”+ “owaba ngowokuqala ukuvuswa ekufeni,”+ “noMlawuli wookumkani bomhlaba.”+ Kulowo usithandayo+ nosikhululayo kwizono zethu ngegazi lakhe,+
29 Ngemini elandelayo wabona uYesu esiza ngakuye, wathi: “Jongani, nantsi iMvana+ kaThixo* esusa isono+ sehlabathi!+
14 kodwa lona igazi likaKristu licoca ngaphezu koko.+ Kuba yena wazinikela kuThixo engenasiphako yaye ekhokelwa ngumoya kaThixo ohlala ukho ngonaphakade, ukuze acoce izazela zethu kwimisebenzi efileyo,+ size sikwazi ukwenzela uThixo ophilayo imisebenzi engcwele.+
7 Kodwa ke, ukuba sihamba ekukhanyeni njengokuba naye esekukhanyeni, siza kuba simanyene, yaye igazi loNyana wakhe uYesu liza kuzihlamba zonke izono zethu.+
5 nakuYesu Kristu, “iNgqina Elithembekileyo,”+ “owaba ngowokuqala ukuvuswa ekufeni,”+ “noMlawuli wookumkani bomhlaba.”+ Kulowo usithandayo+ nosikhululayo kwizono zethu ngegazi lakhe,+