Mateyu 4:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Emva koko uYesu waqhutyelwa entlango ngumoya kaThixo, waza wahendwa+ nguMtyholi,+ Yohane 8:44 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 44 Utata wenu nguMtyholi, ibe nithanda ukwenza izinto ezithandwa nguye.+ Yena wayengumbulali kwasekuqaleni,+ ibe wayilahla inyani, kuba akananyani. Eyona nto ayaziyo kukuthetha ubuxoki, kuba ulixoki, ibe ubuxoki beza ngaye.+ Hebhere 2:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Ngoko ke, ekubeni “abantwana” benegazi nenyama, naye waba negazi nenyama,+ ukuze ngenxa yokufa kwakhe, amtshabalalise lowo ukwaziyo ukubangela ukufa,+ uMtyholi;+ Yakobi 4:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Ngoko ke, thobelani uThixo;+ kodwa mchaseni uMtyholi,+ ibe uza kunibaleka.+ 1 Petros 5:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Hlalani nisezingqondweni, nilumke!+ UMtyholi olutshaba lwenu, uhambahamba njengengonyama egqumayo, ekhangela umntu anokumqwenga.+
44 Utata wenu nguMtyholi, ibe nithanda ukwenza izinto ezithandwa nguye.+ Yena wayengumbulali kwasekuqaleni,+ ibe wayilahla inyani, kuba akananyani. Eyona nto ayaziyo kukuthetha ubuxoki, kuba ulixoki, ibe ubuxoki beza ngaye.+
14 Ngoko ke, ekubeni “abantwana” benegazi nenyama, naye waba negazi nenyama,+ ukuze ngenxa yokufa kwakhe, amtshabalalise lowo ukwaziyo ukubangela ukufa,+ uMtyholi;+
8 Hlalani nisezingqondweni, nilumke!+ UMtyholi olutshaba lwenu, uhambahamba njengengonyama egqumayo, ekhangela umntu anokumqwenga.+