Genesis 3:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Inyoka+ yaba yeyona ilumkileyo* kunazo zonke izilwanyana zasendle awayezenzile uYehova uThixo. Yathi kumfazi: “Ngaba utshilo nyhani uThixo ukuba nize ningatyi kuyo yonke imithi yomyezo?”+ 2 Korinte 11:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Kodwa ndiyoyika ukuba kanye njengokuba inyoka yamqhathayo uEva ngamaqhinga ayo,+ nani iingqondo zenu zisenokungcoliswa, nize niyeke ukuba msulwa nokucoceka njengokuba nimele nibe njalo kuKristu.+
3 Inyoka+ yaba yeyona ilumkileyo* kunazo zonke izilwanyana zasendle awayezenzile uYehova uThixo. Yathi kumfazi: “Ngaba utshilo nyhani uThixo ukuba nize ningatyi kuyo yonke imithi yomyezo?”+
3 Kodwa ndiyoyika ukuba kanye njengokuba inyoka yamqhathayo uEva ngamaqhinga ayo,+ nani iingqondo zenu zisenokungcoliswa, nize niyeke ukuba msulwa nokucoceka njengokuba nimele nibe njalo kuKristu.+