8 ‘Ngoko hlalani nindilindele,’+ utsho uYehova,
‘De ibe yimini endiphakama ngayo ukuze ndithimbe,
Kuba isigwebo sam kukudibanisa iintlanga, ndiqokelele izizwe,
Ukuze ndithululele kuzo ukucaphuka kwam, wonke umsindo wam,+
Kuba umhlaba wonke uza kuqwengwa ngumlilo wokuzimisela kwam.+