IiNdumiso
Kumalathisi. Eyoonyana bakaKora.+ Ingoma emnandi.
47 Qhwabani izandla, nonke nina zizwana.
Khwazani kuba noyisile nize nidumise uThixo ngentswahla yovuyo.
6 Mdumiseni ngengoma* uThixo, mdumiseni ngengoma.
Mdumiseni ngengoma uKumkani wethu, mdumiseni ngengoma.
8 UThixo uye wanguKumkani ezintlangeni.+
UThixo uhlala etroneni yakhe engcwele.
9 Iinkokheli zabantu ziye zadibana
Kunye nabantu boThixo ka-Abraham.
Kuba abalawuli bomhlaba ngabakaThixo.*
Ukwindawo ephakame kakhulu.+