IiNdumiso
Ndikhusele kumntu oqhathayo nongenabulungisa.
2 Kaloku unguThixo wam, inqaba yam.+
Kutheni undilahlile nje?
Kutheni ndimele ndihamba-hambe ndibuhlungu ngenxa yokucinezelwa lutshaba lwam?+
3 Thumela ukukhanya kwakho nenyaniso yakho.+
Kwanga zingandikhokela;+
Kwanga zingandisa entabeni yakho engcwele nasententeni yakho engcwele nezukileyo.+
Ndiza kukudumisa ngohadi,+ owu Thixo, Thixo wam.
5 Kutheni ndikhathazeke kangaka?
Kutheni ndingcungcutheka ngaphakathi?