IiNdumiso
Ingoma Yokunyuka. EkaSolomon.
Ukuba isixeko asigadwanga nguYehova,+
Kulilize ukungalali koonogada.
2 Kulilize ukuvuka kwenu ngonyezi,
Ukusebenza de kube sebusuku,
Ukubulalekela ukutya,
Kuba uyabahoya abantu abathandayo, abaphe nobuthongo.+
5 Yonwabile indoda egcwalisa ingxowa yayo ngabo.+
Abazukuhlaziswa,
Kuba baza kuthetha neentshaba esangweni lesixeko.