IiNdumiso
EkaDavide.
א [Aleph]
25 Owu Yehova, ndizinikela kuwe.
ב [Beth]
Ungazivumeli iintshaba zam zindivuyelele.+
ג [Gimel]
3 Ngokuqinisekileyo akukho namnye kwabo bathembela kuwe oza kuhlazeka,+
Kodwa baza kudana abo benza amaqhinga kungekho sizathu.+
ד [Daleth]
ה [He]
ו [Waw]
Imini yonke ndithembela kuwe.
ז [Zayin]
ח [Heth]
7 Ungazikhumbuli izono zobutsha bam neziphoso zam.
ט [Teth]
8 Ulungile yaye ulilungisa uYehova.+
Yiyo le nto exelela aboni indlela amabaphile ngayo.+
י [Yod]
כ [Kaph]
10 Zonke iindlela zikaYehova zezothando olungagungqiyo nokuthembeka
ל [Lamed]
מ [Mem]
Uza kumfundisa indlela amele ayikhethe.+
נ [Nun]
ס [Samekh]
14 Ngabo bamoyikayo uYehova abanokuba ngabahlobo bakhe abasondeleyo,+
Ibe ubenza basazi isivumelwano sakhe.+
ע [Ayin]
פ [Pe]
16 Ndicela ujonge ngakum, undibonise ububele,
Kuba ndindedwa yaye andikwazi kuzinceda.
צ [Tsade]
ר [Resh]
19 Yibone indlela ezininzi ngayo iintshaba zam,
Nendlela ezindikhohlakalele ngayo.
ש [Shin]
20 Bugade ubomi bam, undisindise.+
Ungandivumeli ndihlazeke, kuba ndibalekele kuwe.
ת [Taw]
22 Owu Thixo, msindise uSirayeli kuyo yonke intlungu yakhe.