Genesis 48:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Emva koko uSirayeli wathi kuYosefu: “Jonga sele ndiza kufa,+ kodwa uThixo uza kuhlala enani aze anibuyisele kwilizwe lookhokho benu.+
21 Emva koko uSirayeli wathi kuYosefu: “Jonga sele ndiza kufa,+ kodwa uThixo uza kuhlala enani aze anibuyisele kwilizwe lookhokho benu.+