Eksodus 13:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Ngaloo mini, uze uthi kunyana wakho, ‘Le nto ndiyenza ngenxa yento endayenzelwa nguYehova xa ndandiphuma eYiputa.’+
8 Ngaloo mini, uze uthi kunyana wakho, ‘Le nto ndiyenza ngenxa yento endayenzelwa nguYehova xa ndandiphuma eYiputa.’+