Duteronomi 2:30 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 30 Kodwa uKumkani uSihon waseHeshbhon akazange asivumele sinqumle, kuba uYehova uThixo wakho wamyeka wanenkani+ nentliziyo yakhe yalukhuni, ukuze amnikele esandleni sakho, njengokuba kunjalo ngoku.+
30 Kodwa uKumkani uSihon waseHeshbhon akazange asivumele sinqumle, kuba uYehova uThixo wakho wamyeka wanenkani+ nentliziyo yakhe yalukhuni, ukuze amnikele esandleni sakho, njengokuba kunjalo ngoku.+