Duteronomi 6:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Emva koko uYehova wasiyalela ukuba siyithobele yonke le mithetho nokuba simoyike uYehova uThixo wethu ukuze izinto zihlale zisihambela kakuhle,+ nokuze sihlale siphila+ njengokuba kunjalo namhlanje.
24 Emva koko uYehova wasiyalela ukuba siyithobele yonke le mithetho nokuba simoyike uYehova uThixo wethu ukuze izinto zihlale zisihambela kakuhle,+ nokuze sihlale siphila+ njengokuba kunjalo namhlanje.