Yoshuwa 10:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Kodwa bonke abanye abantu mabangemi. Zileqeni iintshaba zenu nize nizihlasele ngasemva.+ Sanukuzivumela zibalekele ezixekweni zazo, kuba uYehova uzinikele ezandleni zenu.”
19 Kodwa bonke abanye abantu mabangemi. Zileqeni iintshaba zenu nize nizihlasele ngasemva.+ Sanukuzivumela zibalekele ezixekweni zazo, kuba uYehova uzinikele ezandleni zenu.”