ABagwebi 3:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 UEhudi weza kuye njengoko wayehleli kwigumbi lakhe elipholileyo eliseluphahleni. Wathi: “Ndinomyalezo wakho ovela kuThixo.” Ngoko waphakama etroneni yakhe.* ABagwebi ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 3:20 IMboniselo,3/15/2004, iphe. 30
20 UEhudi weza kuye njengoko wayehleli kwigumbi lakhe elipholileyo eliseluphahleni. Wathi: “Ndinomyalezo wakho ovela kuThixo.” Ngoko waphakama etroneni yakhe.*