ABagwebi 5:31 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 31 Ngoko mazitshabalale zonke iintshaba zakho,+ Yehova,Kodwa abo bakuthandayo mabaqaqambe njengokuphuma kwelanga.” Yaye ilizwe laphumla* iminyaka eyi-40.+ ABagwebi ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 5:31 “Sonke ISibhalo”, iphe. 50
31 Ngoko mazitshabalale zonke iintshaba zakho,+ Yehova,Kodwa abo bakuthandayo mabaqaqambe njengokuphuma kwelanga.” Yaye ilizwe laphumla* iminyaka eyi-40.+