1 Samuweli 13:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Emva koko uSamuweli wathi: “Yintoni le uyenzileyo?” USawule wathi: “Ndiye ndabona abantu bendishiya,+ nawe ungafiki ngexesha ebelibekiwe, namaFilisti ngapha abe eqokelelana eMikimashe.+ 1 Samuweli ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 13:11 IMboniselo,8/1/2000, iphe. 12-13
11 Emva koko uSamuweli wathi: “Yintoni le uyenzileyo?” USawule wathi: “Ndiye ndabona abantu bendishiya,+ nawe ungafiki ngexesha ebelibekiwe, namaFilisti ngapha abe eqokelelana eMikimashe.+