2 Samuweli 2:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Emva koko afika amadoda akwaYuda, ambeka apho uDavide ukuze abe ngukumkani kwindlu kaYuda.+ Athi kuDavide: “Ngamadoda aseYabheshe-giliyadi awangcwaba uSawule.”
4 Emva koko afika amadoda akwaYuda, ambeka apho uDavide ukuze abe ngukumkani kwindlu kaYuda.+ Athi kuDavide: “Ngamadoda aseYabheshe-giliyadi awangcwaba uSawule.”