21 Andizelanga loo nto, kodwa indoda egama linguShebha,+ unyana kaBhikeri, evela kwingingqi yeentaba zakwaEfrayim,+ ilwa noKumkani uDavide. Ukuba ningazisa le ndoda yodwa, ndiza kumka kwesi sixeko.” Lo mfazi wathi kuYowabhi: “Jonga! Intloko yayo iza kuphoselwa kuwe ngaphaya kodonga!”