2 Kumkani 19:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Awuvanga na? Oku ndakugqiba* kwakudala.+ Ndakulungiselela* kwamandulo.+ Ngoku ndiza kukwenza.+ Izixeko ezikhuselekileyo uza kuzenza iimfumba zamabhodlo.+
25 Awuvanga na? Oku ndakugqiba* kwakudala.+ Ndakulungiselela* kwamandulo.+ Ngoku ndiza kukwenza.+ Izixeko ezikhuselekileyo uza kuzenza iimfumba zamabhodlo.+